Isaiah 49:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amaxoba aya kususwa na kwigoṙa? nabatinjwa bolungileyo baya kuhlangulwa na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anokuthatyathwa na amaxhoba kwigorha, basinde na abathinjiweyo bengamulungisa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthatyathwa na amaxhoba kwigorha, okanye umbanjwa uya kusindiswa ngomthetho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungalohlutha na ixhoba lejoni? Ungamkhulula na umthinjwa kulowo umthimbileyo?