Isaiah 49:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wayesiti kum: Usisicaka sam wena; endiya kwenzelwa ubungcwaliswa kuwe, Sirayeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi kum, Ungumkhonzi wam, wena Sirayeli, endiya kuhomba ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wathi kum, Ungumkhonzi wam, Sirayeli, endiya kuqhayisa ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena wathetha nam, wathi: “Wena usisicaka sam, Sirayeli; ngawe ndibhengeza ubungangamsha bam.”