Isaiah 5:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
SENDIYA kuvuma ke kumtandwa wam iculo lesitandwa sam ngesitiya sake: Umtandwa wam wabenesitiya enkalweni etyebileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intanda yam makhe ndiyivumele ingoma yentanda yam, ngesidiliya sayo. Intanda yam ibe inesidiliya endulini echumayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intanda yam makhe ndiyivumele ingoma yentanda yam, ngesidiliya sayo. Intanda yam inesidiliya endulini echumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makhe ndintyiloze ndivum' ingoma, ingoma ngogxa wam nesidiliya sakhe. Ugxa wam wayenesidiliya kwinduli echuma kunene.