Isaiah 5:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba nzima kubo abalumkileyo kwawabo amehlo, nabanokuqonda kokwabo ukubona!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha, abalumkileyo kwawabo amehlo, abanengqondo kokwabo ukubona!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha, abazibona belumkile, banengqondo kwawabo amehlo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunyembelekile kwabo bazicingela ukuba bazizilumko; nditsho abo bazicingela ukuba bandwebile.