Isaiah 50:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inkosi e nguyehova iya kundinceda: ngako oko andiyi kumatiswa; ngako oko ndimisile ubuso bam njengelitye elilukuni; ndisazi nje ukuba andiyi kudaniswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke iNkosi uYehova iya kundinceda; ngenxa yoko andihlazekanga; ngenxa yoko ndabenza ubuso bam banjengeqhwitha;ndiyazi ukuba andiyi kudana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba iNkosi uYehova iya kundinceda; ke ngoko, andiyi kuba nazintloni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uMhlekazi uNdikhoyo uyandisiza; ngoko ke andiyi kuhlazeka. Ndikulungele ukunyamezela; ewe, andisayi kudana.