Isaiah 50:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukufupi ondigwebelayo: ngubanina oya kupika nam? masime ndawonye: ngubanina ongummangaleli wam? makasondele kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usondele ondigwebelayo; ngubani na oya kubambana nam?masime ndaweni-nye. Ngubani na ummangaleli wam? makeze kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Usondele kondixelelayo; ngubani na oya kubambana nam? Masime ndawonye: Ngubani na ummangaleli wam? makeze kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo ondithethelelayo ukufuphi nam; yena wosuka andigwebele. Ngubani ke ongade andimangalele? Makeze kaloku, siye enkundleni; makachaze izityholo andibeka zona.