Isaiah 50:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, inkosi e nguyehova iya kundinceda; ngubanina lowo oya kundigweba? Bona ke, bona bonke baya kuguga njengengubo; inundu liya kubadla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, INkosi uYehova iya kundinceda; ngubani na yena oya kundigweba? Yabona bonke bephela baya konakala njengengubo, amanundu aya kubadla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, iNkosi uYehova iyandinceda; ngubani na owondigweba? yabona, bonke bephela baya konakala njengengubo; amanundu aya kubadla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndithethelelwa nguMhlekazi uNdikhoyo. Ngubani ke onako ukundigweba? Abandimangalelayo boguga njengengubo; nabo baya kumemethwa ngamanundu.