Isaiah 51:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna, mna ndinguye onitutuzelayo: ungubanina wena, ukuba umoyike umntu, oya kufa, nonyana womntu, oya kwenzelwa ngejeng enca;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndinguye uMthuthuzeli wenu; ungubani na wena, ukuba woyike umfo oza kufa, nonyana womntu owenziwe wanga yingca;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndinguye uMthuthuzeli wenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo utsho ukuthi: “Mna ndingulowo ukuthuthuzelayo; ngani ke ukuba woyike umntu – into evuthuluka njengengca?