Isaiah 51:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kamsinyane umbanjwa otobayo uya kuvulelwa; akayi kufa esihogweni; akayi kuswela isonka sake kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ogotyiweyo ngamakhamandela wobehle akhululwe, angafeli esihogweni, angasisweli isonka sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umbanjwa ungxamela ukukhululwa, angafi emhadini, nokuba siphele isonka sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo babanjiweyo sebeza kukhululwa; abayi kufa, koko bodla ubomi obude, bangalambi, koko baxhamle intlutha.