Isaiah 51:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezi zinto zombini zikuhlele; ngubanina oya kukuku̔za? ucitakalo notshabalalo, indlala nesiṙele: ndiya kukututuzela ngo banina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zazimbini izinto ezakuhlelayo; ngubani na owakukhuzayo?Yimbuqo nokwaphuka, yindlala nekrele; bendingathini na ukukuthuthuzela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zazimbini izinto zakuhlela; ngubani na oya kukuvela? imbuqo, nembubhiso, nendlala, nekrele; ndinithuthuzele ngabani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuwe ilishwa lishwabene ngokuphindiweyo: umhlaba wakho uvukuzeliswe yimfazwe; abantu bakho bamemethwa yindlala. Ngubani ke onokukuthuthuzela?