Isaiah 51:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangelani ku‐Abrahame uyihlo wenu, naku‐Sara onizeleyo: ngokuba bendimbiza engoyedwa, ndaza ndamtamsanqela, ndamandisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bhekani kuAbraham uyihlo, nakuSara owanizalayo; kuba waye emnye ndakumbiza, ndakumsikelela, ndakumandisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bhekani uyihlo uAbraham noSara abanizalayo, ngokuba ndathi engoyedwa, ndamsikelela, ndabandisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khanicinge ngoAbraham inyange, nangoSara yena ungumawokhulu. Ndambiza eyedwa kuphela, ndaza ndamsikelela waba sisizwe.