Isaiah 51:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba inundu liya kubadla njengengubo, nempetu iya kubadla njengoboya: kodwa ubulungisa bam bobako kude kube ngunapakade, nosindiso lwam kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amanundu aya kubadla njengengubo, umbungu ubadle njengoboya begusha; ke bona ubulungisa bam buya kuba ngunaphakade, nosindiso lwam lube kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba amanundu aya kubadla njengengubo, umbungu ubadle njengoboya begusha; ke bona ubulungisa bam buya kuba ngunaphakade, nosindiso lwam lube kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonyamalala ngathi yingubo edliwe ngamanundu, ngathi buboya begusha obudliwe ngumbungu. Ubulungisa bam bona boma bumi; usindiso lwam lukwizizukulwana ngezizukulwana.”