Isaiah 52:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uhlubile ingalo yake engcwele emehlweni azo zonke izizwe; nazo zonke izipelo zomhlaba ziya kubona usindiso lwotixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uyihlubile ingalo yakhe engcwele emehlweni eentlanga zonke; zonke iziphelo zehlabathi ziya kulubona ke usindiso loThixo wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova usityhilile isandla sakhe esingcwele phambi kwamehlo eentlanga zonke; yaye zonke iziphelo zehlabathi ziya kulubona ke usindiso loThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wosebenza ngamandla awodwa, zibone zonke izizwe, usindiso loThixo wethu lutyhileke kuzo zonke iintlanga.