Isaiah 52:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Nazitengisa kungeko nto; kanjalo niya kukululwa kungeko mali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Kwathengiswa ngani ngelize;aniyi kuhlawulelwa nikhululwe ngamali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Kwathengiswa ngani ngelize; kwaye uya kusala ungenayo nesenti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uthi: “Ukungena kwenu ebukhobokeni zange nihlawulelwe, ngoko ke naxa nikhululekayo akuyi kwenziwa mrhumo.”