Isaiah 52:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko abantu bam baya kulazi igama lam; ngako oko baya kwazi ngomhla lowo, ukuba ndinguye otetayo: nanku mna!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko abantu bam baya kulazi igama lam; ngako oko baya kwazi ngaloo mini ukuba ndinguye lowo uthi, Ndingokhoyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, abantu bam baya kulazi igama lam; ke ngoko, baya kwazi ngaloo mini ukuba ndim lowo uthethayo; khangela, ndim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwithuba elizayo abantu bam baya kulazi igama lam, baqonde ukuba ndim owatshoyo, ewe, ndim kanye!”