Isaiah 52:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gqabukani, nivume kunye, zindawo ezicitakeleyo ze‐Yerusaleme! ngokuba uyehova etutuzele abantu bake; ukulule i‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Gqobhokelani ekumemeleleni kunye, manxuwa aseYerusalem;ngokuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe, uyihlawulele wayikhulula iYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Memelelani nivume kunye, manxuwa aseYerusalem; ngokuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe, wayikhulula ngentlawulelo iYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Dandulukani ngemivuyo nemincili nani ke, mabhodlo aseJerusalem. UNdikhoyo wobathuthuzela abantu bakhe, ayikhulule iJerusalem.