Isaiah 53:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tina sonke, njengegusha, silahlekile; abanye ngabanye sijikele kwezetu indlela; kodwa uyehova uhlisile pezu kwaso ukukohlakala kwetu sonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina zonke salahleka njengeegusha, sabheka elowo endleleni yakhe, waza uYehova wamwela ngobugwenxa bethu sonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sonke silahlekile njengezimvu; elowo walahleka ngendlela yakhe; uYehova wabuzisa kuye ubugwenxa bethu sonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sonke salahleka njengeegusha, elowo wabhadula ngeyakhe indlela; ke yena uNdikhoyo wamwisela ngobugwenxa bethu sonke.