Isaiah 54:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bonke abantwana bako bofundiswa nguyehova; lwoba lukulu ke uxolo lwabantwana bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abantwana bakho baya kuba ngabafundi bakaYehova, lube lukhulu uxolo lwabantwana bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abantwana bakho baya kuba ngabafundi bakaYehova; yaye luya kuba lukhulu uxolo lwabantwana bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakho baya kufundiswa *nguNdikhoyo, ikamva labo ndilithi jize ngenkqubela noxolo.