Isaiah 54:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kumiswa ebulungiseni; woba kude embandezelweni, ngokuba ungayi kwoyika; nasesitusweni, ngokuba singayi kusondela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuzinza ngobulungisa; ungakhe uxhale, ngokuba akuyi kuba nakoyika; ungakhe uqhiphuke umbilini, ngokuba akuyi kusondela kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuqiniselwa ngobulungisa; uya kuba kude namaxhala; ngokuba akuyi koyika, akuyi kunkwantya; ngokuba ayiyi kusondela kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndokuxhasa ngobulungisa nolungelelwano; ingcinezelo sobe ibe sakuchukumisa, futhi akusayi kugrogriswa mntu konke.