Isaiah 54:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba baka babutelane, akuveli kum; osukuba ebutela ngakuwe wotelela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, bayaqukana bahlanganisane, andikho mna kuloo nto;nokuba ngoobani na abaya kuqukana ngawe, baya kuwa ngenxa enawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, bayaqukana, bahlanganisane, andikho mna kuloo nto; bonke abanibuthayo baya kuwa ngenxa yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na okuhlaselayo uchasene nam; umntu olwa nawe akasayi kuphumelela.