Isaiah 56:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UTSHO uyehova ukuti: Gcinani ubugwebo, nikwenze okulungileyo; ngokuba usindiso lwam lukufupi ukufika, nobulungisa bam ukutyilwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Gcinani isiko, nenze ubulungisa; kuba lusondele ukuba luze usindiso lwam, nobulungisa bam ukuba butyhileke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Gcinani isiko, nenze ubulungisa; ngokuba lusondele ukuba luze usindiso lwam, nobulungisa bam buza kutyhilwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uthethe wenjenje: “Yenzani okusemthethweni noko kulungileyo. Kaloku usindiso lwam lukufuphi, nobulungisa bam buza kutyhileka.