Isaiah 56:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati: Yizani, ndiya kuzeka iveyine, size sizinxilise ngoselo olunamandla; ngokuba imini yangomso iya kuba njengalé, ewe, iya kugqitisela ngento enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi, Yizani, ndiya kuthabatha iwayini, sisele kunene isiselo esinxilisayo; neyangomso imini ibe njengale, ibe nkulu, incamise kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke, Yizani, ndiya kuthabatha iwayini, sizalise ngesi siselo sinxilisayo; nengomso liya kuba njenganamhla, linde kunene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungaziva zisithi: “Yizani sihambe siye etywaleni; masibutye sibuphathe ngeembambo. Nangomso yiloo nto – okanye kothi kratya!”