Isaiah 56:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YIZANI nonke nina maṙamncwa asendle! yizani ukudla, nonke nina maṙamncwa asehlatini!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nonke marhamncwa asendle, yizani apha; yizani kudla, nonke marhamncwa asehlathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onke amarhamncwa asendle yizani adle, nawo onke amarhamncwa ehlathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yizani nonke, marhamncwa, nibaqwenge, nina zinyamakazi nezilo zamahlathi.