Isaiah 57:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahambela kukumkani neoli, wazandisa izinukamnandi zako; watuma izigidimi zako ziye kude, watobela pantsi kude kube sehadesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahambela kukumkani uneoli, wanyhikiza iziqholo zakho, wazithuma kude izigidimi zakho, wazithoba kwada kwaba kwelabafileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahambela kukumkani unevumba elimnandi, walinyusa ivumba lakho, wazithuma kude izigidimi zakho, wazithoba ukuya kwelabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nto niyaziyo kukuziqaba nokuziqhola, nenjenjeya ukunqula uMoleki. Izithixo nide nizizingele, izigidimi zenu zixananaze, nithumele nakwelo labafileyo.