Isaiah 58:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo abo bavela kuwe bobuya bake indawo ezicitakeleyo zakudala; imisekelo yezizukulwana ngezizukulwana uya kuyimisa; wauya kubizwa ngokuti: Umakeli wotanda, umhlaziyi wendlela ukuba kuhlalwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kwakha amanxuwa angunaphakade abakowenu, uvuse iziseko zezizukulwana ngezizukulwana; bathi ukukubiza nguMvingci wamathuba, nguMbuyisi womendo wokuhlala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abaya kuba ngabakho baya kwakha amanxuwa akudala; ukubizwa kwakhe kuthiwe, nguMcinzi weentanda, nguMlungisi weendlela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanye benu baya kuwakha amabhodlo akudala; iziseko zamandulo ziya kuvuswa. Kothiwa ningabakhi beendonga eziwileyo, abavusi bezitalato ukuze kumiwe kuzo.”