Isaiah 58:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko uya kubiza, asabele uyehova; uya kukala, ati yena: Nanku mna! Ukuba uyasusa pakati kwako iyokwe, ukwalata ngomnwe, nokuteta okukohlakeleyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kwandula ubize, asabele uYehova; uzibike, athi, Ndikho!Ukuba uthe wakususa phakathi kwakho ukufaka idyokhwe, nokwalatha ngomnwe, nokuthetha ubudenge;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kwandula ubize, asabele uYehova; uya kubiza, athi, Ndikho! Ukuba uthe wayisusa idyokhwe, nokukhomba ngomnwe, nokuthetha nje, phakathi kwenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nothi ke nakuzibika, asabele uNdikhoyo; nothi nakukhala, athi: ‘Ndim lo!’ “Ukuba nithe nahlukana nengcinezelo, nayeka ukutyityimbisela abanye umnwe, nahlukana nokuyila nokuthetha inkohlakalo –