Isaiah 59:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayawaqandulela amaqanda ebasiliske, bayiluke imisonto yesigcawo; odlayo kuwo amaqanda abo uya kufa, nelo lincinezelweyo inyushu yopuma kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baqandusela amaqanda erhamba, baluka izindlu zesigcawu.Lowo udla amaqanda abo uya kufa; elinyathelweyo liqandulelwa inyushu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baqandusela amaqanda, baluka izindlu zokuluka; Lowo udla amaqanda abo uya kufa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baqandusela amaqanda erhamba, batsho ngobobo lwamayelenqe. Maqanda lawo ke ayityhefu – lithi lingakroboka kuthi gqi irhamba.