Isaiah 59:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ubugwebo bukude kuti, nobulungisa abusifumani; siyalinda ukukanya, kodwa nabu ubumnyama, siyalinda ukukazimla, koko sihamba esitokotokweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko kukude kuthi okusesikweni, nobulungisa abufikeleli kuthi. Sithembe ukukhanya, nanku ke kumnyama;sithembe ukuba kube mhlophe, sihamba esithokothokweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, umthetho ukude kuthi, nobulungisa abufikeleli kuthi; sifuna ukukhanya, kodwa sihamba ebumnyameni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bathi: “Ewe, ngenene asilungiselelwa; ubulungisa abufikeleli kuthi. Silindela ukukhanya, kuthi gqi ubumnyama; silindela ilitha, suka kusibekele.