Isaiah 60:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esosizwe nobobukumkani ezingayi kukonza kuwe ziya kutshabalala; ewe, ezozizwe zogqityelwa ukucitakaliswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uhlanga nobukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala, ezo ntlanga ziphanze ziphanzile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uhlanga norhulumente ongakukhonzeyo uya kutshabalala; ewe, ezo ntlanga ziya kutshatyalaliswa ngokupheleleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke sona isizwe ndawonye nookumkani bonke abangakubusiyo botshabalala; baya kuvuthululwa baphele tu.