Isaiah 60:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Omncinane woba liwaka, nomkudlwana woba sisizwe esinamandla. Mna Yehova ndokukaulezisa oku exesheni lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omncinanana uya kuba liwaka, noweyeleyo abe luhlanga olunamandla. Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omncinanana uya kuba liwaka, nomncinci abe luhlanga olunamandla; Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha elifanelekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noyena ungathangani uya kuba njengomkhosi, kanti noyena ungazelwe nto woba sisizwe esomeleleyo. Lakufika ixesha le nto ndoyenza ngesiquphe, kuba kaloku mna ndinguNdikhoyo.”