Isaiah 60:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kuza abaheyideni ekukanyeni kwako, nokumkani ekukazimleni kwokupuma kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziya kuhamba iintlanga zize ekukhanyeni kwakho, ookumkani beze ebumhlotsheni bokuthi chapha kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintlanga ziya kuza ekukhanyeni kwakho, nookumkani beze eluzukweni lovuko lwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oko kukhanya kotsala neentlanga, nezikumkani ngokwazo uzikhange loo mso.