Isaiah 61:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaiya kwaziwa inzalo yabo pakati kwabaheyideni, nabantwana babo pakati kwezizwe: bonke abababonayo bobavuma ukuba bayinzalo etanyusanqelweyo nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kwaziwa imbewu yabo ezintlangeni, baziwe nabaphume ezibilinini zabo phakathi kwezizwe; bonke abababonayo baya kubazi ukuba bayimbewu ayisikeleleyo uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye imbewu yabo iya kwaziwa phakathi kweentlanga, nembewu yabo phakathi kweentlanga; bonke abababonayo baya kwazi ukuba bangabantwana abasikelelwe nguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isizukulwana sabo soba ngoodumezweni, inzala yabo yaziwe naziintlanga. Bonke abababonayo baya kuvuma bathi: ‘Luhlanga oluthamsanqelweyo nguNdikhoyo.’ ”