Isaiah 62:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kubizwa bona ngokuti, ngabantu abangcwele, ngabakululweyo bakayehova: wauya kubizwa wena ngokuti, ungofuniweyo, usisixeko esingashiywanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukubizwa kwabo kuya kuthiwa ngabantu abangcwele, ngabakhululwa bakaYehova ngokumiselwa; ukubizwa kwakho kuthiwe, ungofuniweyo, ungumzi ongashiyiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukubizwa kwabo kuya kuthiwa, ngabantu abangcwele, abakhululwe nguYehova; ukubizwa kwakho kuthiwe, Uswelekelwe, ngumzi ongashiyiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bantu abo kothiwa ngabakhethekileyo, uhlanga olukhululwe nguNdikhoyo; iJerusalem ke kuthiwe nguThandiwe, isixeko esingashiywanga sikhal' ibhungane.