Isaiah 62:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abaheyideni baya kubona ubulungisa bako, nokumkani bonke ubungcwalisa bako; wauya kubizwa ngegama elitsha, eliya kuxelwa ngumlomo kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zibubone iintlanga ubulungisa bakho, nookumkani bonke babubone ubuqaqawuli bakho. Uya kubizwa ngegama elitsha, eliya kuxelwa ngumlomo kaYehova;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintlanga ziya kububona ubulungisa bakho, nookumkani bonke babubone ubuqaqawuli bakho; uya kubizwa ngegama elitsha, eliya kubizwa ngumlomo kaYehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izizwe zobubona ubulungisa bakhe, nabo bonke ookumkani baluqonde udumo lwakho. Ewe, uya kufumana igama elitsha oya kulinikwa *nguNdikhoyo ngokwakhe.