Isaiah 62:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, njengokuba indodana itshata nentombi ipela, kwa njalo onyana bako baya kutshata nawe; na njengokuba umyeni egcoba pezu kwomtshakazi, kwa njalo utixo wako wogcoba pezu kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengokuba indodana izeka intombi, oonyana bakho baya kuzeka wena; njengomyeni enemihlali ngomtshakazi, uThixo wakho uya kuba nemihlali ngawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengokuba indodana izeka intombi, oonyana bakho baya kuzeka wena; njengokuba umyeni enemihlali ngomtshakazi, uThixo wakho uya kuba nemihlali ngawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwanjengokuba umfana ethatha intombi noonyana bakho baya kukuthatha; njengokuba umyeni engaziva ngomtshakazi noThixo wakho akayi kuziva ngawe.