Isaiah 63:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bala bona noko, bamqumbisa u‐Moya wake oyi‐Ngcwele; ngako waguqulwa waba lutshaba lwabo, walwa ngakubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona bamphikisa, bamenza buhlungu uMoya wakhe oyiNgcwele; waguquka ke, waba lutshaba kubo, walwa nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamphikisa ke uMoya wakhe oyiNgcwele; ke waba lutshaba lwabo, walwa nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phi ke, basuka bamvukela nje! Ewe, bangcungcuthekisa uMoya wakhe oyiNgcwele. Suka ke yena waba lutshaba lwabo, waza ke walwa nabo ngokwakhe.