Isaiah 63:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba inkomo ihlela emhlanjeni, umoya kayehova wabanika ukupumla: kwa njalo wabukapa abantu bako, ukuba uzenzele igama elibungcwalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengeenkomo ezihla ziye entilini, uMoya kaYehova wabaphumza; wenjenjalo ukubaqhuba abantu bakho, ukuze uzenzele igama elizukileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengenkomo ehla iye entilini, uMoya kaYehova wayiphumza; wenjenje ukubakhokela abantu bakho, ukuze uzenzele igama elizukileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baba njengeenkomo eziya kwisithabazi samadlelo, wenjenjalo uMoya kaNdikhoyo ukubaphumza. Wabakhokela ngaloo ndlela ke abantu bakho, ndlela leyo ke yakwenzela igama.”