Isaiah 63:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso wena ungubawo wetu, nakuba u‐Abrahame angenokusazi, ati u‐Sirayeli angasivumi: wena, Yehova! ungubawo wetu, umkululi wetu; igama lako lelingunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ungubawo wena, ngokuba uAbraham engasazi, uSirayeli engasinakani; wena, Yehova, unguBawo, uMkhululi wethu ligama lakho kwasephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena ungubawo wethu okunene, nakuba uAbraham engasazi, noSirayeli engasazi; Wena, Yehova, ungubawo, wena ungumsindisi wethu; igama lakho likho kwasephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wena unguTata wethu, nakuba singaziwa nje nguAbraham; ukanti noSirayeli akasihoyi. Kambe ke wena, Ndikhoyo, unguBawo; wena waba nguMkhululi wethu kwamandulo.