Isaiah 63:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umhla wempindezelo ubusentliziyweni yam, nomnyaka wabakululweyo bam ubufikile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umhla wempindezelo ubusentliziyweni yam, nomnyaka wokukhulula kwam ngokuhlawulela ufikile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umhla wokukhulula usentliziyweni yam, nomnyaka wokukhulula kwam ngokuhlawulela ufikile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhla wokuziphindezela wandifikela, yaye ixesha lokukhulula abantu bam lithwasile.