Isaiah 64:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba ubuya kuṙazula amazulu, uhle ke; ziti intaba zizamazame ebusweni bako!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yoo! Wanga ungawakrazula amazulu uhle, zizamazame iintaba ebusweni bakho,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wawaqhekeza amazulu, wehla, zowa iintaba phambi kwakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akwaba ubungawakrazul' amazulu, uhle esibhakabhakeni, khon' ukuze neentaba zitsho zinyikime,