Isaiah 65:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abati: Kwelela wena, ungasondeli kum; ngokuba ndikugqitisile ngobungcwele. Aba bangumsi empumlweni yam, umlilo otshayo imini yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi, Yima, ungasondeli kum; ngokuba ndingcwele kunawe.Abo bangumsi ezimpumlweni zam, umlilo otsha iimini zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi, Yima wedwa, ungasondeli kum; ngokuba ndingcwele kunani. Ngumsi empumlweni yam, ngumlilo ovutha imini yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baze ke bathi: ‘Bhekelani, sanukusondela kuthi; musan' ukusichukumisa; singcwele.’ Abantu abanjalo ke bayanditsarha; ngumlilo ondiqhumisela imini yonke.”