Isaiah 65:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, kuba̔liwe ebusweni bam: andiyi kuti cwaka, koko ndiya kupindezela; ewe, ndiya kupindezelela esifubeni sabo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, kubhaliwe phambi kwam, kwathiwa, Andiyi kuthi tu, ndingaphindezelanga; ndiya kuphindezelela esondweni lengubo yabo izenzo zenu ezigwenxa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, kubhaliwe phambi kobuso bam, kwathiwa, Andiyi kuthi tu, kodwa ndiya kubabuyekeza izifuba zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uthi: “Uyabona ke, sendigqibe konke, ibe ke andiyi kuthi cwaka; isohlwayo sabo sesijinga phezu kwabo; ngoko ndiya kubabuyekeza