Isaiah 66:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndi sazi imisebenzi yabo nenkumbulo zabo. Kuza kubako, ukuba ndiya kuhlanganisa zonke izizwe nenteto; zaziya kuza, zibone ubungcwalisa bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, ndiyazazi izenzo zabo neengcinga zabo. Kobakho ixesha lokuba zihlanganisane zonke iintlanga neelwimi, zize zibubone ubuqaqawuli bam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiyazazi izenzo zabo neengcinga zabo; Kuya kufika ndihlanganise zonke iintlanga neelwimi; kwaye baya kuza kubona ubuqaqawuli bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyazazi iingcinga nezenzo zabo. Ngoko ke ndiyeza; ndiza kuziqokelela zonke izizwe. Zakufika ke ziya kuwabona amandla am.