Isaiah 66:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ingekabi nakututumba, yazala; ingekafika inimba pezu kwayo, yavelisa umntwana wobudoda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingekazibhijabhiji, yazala; ingekezi inimbakuyo, yathi tyibilili umntwana oyinkwenkwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphambi kokuba azale, wazala; ingekafiki inimba yakhe, wazala umntwana oyinkwenkwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Suka isixeko sam safana nomfazi osuke wabeleka engekalunywa; ewe, engakhange eve nenimba le, suka yena watsho ngenkwenkwe.