Isaiah 66:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kutyobozisa na, ndingazalisi nokuzalisa? utsho uyehova: ndiya kuzalisa na, ndivingce noko? utsho utixo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndingavelisisa na, ndingazalisi? utsho uYehova;ndingathi mna ndizalisayo ndivingce na? utsho uThixo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuzala na, ndingazali na? Wathi uYehova, Ndingasizalisa na, ndisivale isizalo sikanina? utsho uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko indim umseki wenimba, ikwandim umbelekisi.” Lowo ke ngumlomo kaNdikhoyo.