Isaiah 7:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yisaya: Yivani ke, ndlu ka‐Davide! kuyinto encinane kuni na ukudinisa abantu, ukuba niya kudinisa utixo wam naye nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Khanive, ndlu kaDavide; kuyinto encinane na kuni ukudinisa abantu, ukuda oku nidinise noThixo wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Phulaphulani, nina bendlu kaDavide! Yinto encinane le kuni ukuba nihlisele ishwangusha, nimbandezele uThixo wam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsaya ke uphendule wathi: “Khawuphulaphule, ndlu kaDavide! Ngathi uyithatha kancinci into yokudinisa abantu! Ngoku sewufunzela ukukruqula noThixo wam lo?