Isaiah 7:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti ngomhla lowo, zonke indawo, apo beliko kona iwaka lemiti yeveyine, ngenani lewaka lamaqosha esilivere, zoba zezembobo nezemitolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi ngaloo mini zonke iindawo ezazinewaka lemidiliya elimelwe liwaka leesilivere, zibe zezobobo namakhakakhaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mini zonke iindawo ezazinewaka lemidiliya enewaka leesilivere, ziya kuba yimithana enameva neenkunzane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngelo xesha ke izidiliya ezinemithi eliwaka kuso ngasinye – mithi leyo ixabisa iwaka leesiliva – ziya kuba zitshone lè, zonganyelwe sisiphingo nobobo.