Isaiah 7:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngentolo nangesipeta kuya kungenwa kona; ngokuba umhlaba wonke woba zimbobo nemitolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuyiwa khona neentolo nezaphetha; ngokuba lonke ilizwe liya kuba lubobo namakhakakhaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kufika abantu khona bephethe izaphetha neentolo; ngokuba lonke ilizwe liya kuba yimithana enameva neenkunzane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu baya kujikeleza neentolo zabo bezingela. Kaloku lonke eli lizwe loba liphanjwe ngamatyholo anameva ndawonye nobobo.