Isaiah 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo intloko yakwa‐Frayime yoba yi‐Samariya, nentloko ye‐Samariya yoba ngunyana ka‐Remaliya. Ukuba aniyi kukolwa, ngenyaniso aniyi kuqiniswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intloko yamaEfrayim kukwaSamari, intloko yakwaSamari ngunyana kaRemaliya. Ukuba nithe anakholwa, inene, aniyi kuqiniseka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intloko yamaEfrayim kukwaSamari, intloko yakwaSamari ngunyana kaRemaliya. Ukuba awukholwa, awuyi kuqinisekiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku intloko yamaSirayeli yiSamariya, ibe ke yona intloko yeSamariya nguPeka unyana kaRemaliya. Kambe ke ukuba ithemba lakho alimilanga, soze ume.’ ”