Isaiah 8:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nikani icebo, lotshabalala noko; tetani ilizwi, aliyi kuma noko: ngokuba utixo enati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Cebani icebo, lotshitsha; thethani ilizwi, aliyi kuma;ngokuba uThixo unathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Cebani icebo, lotshitsha; Thethani ilizwi, aliyi kubakho; ngokuba uThixo unathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba ningade nicebisane, yoba lilize elo; ningathwesana nje kodwa soze niphumelele, kuba kaloku uThixo unathi.”